1. 1

    Freshlyground - Doo Be Doo

  2. 2

    Freshlyground - Waka Waka (This Time For Africa) (feat. Shakira)

  3. 3

    Freshlyground - I'd Like

  4. 4

    Freshlyground - Fire is Low

  5. 5

    Freshlyground - I'd Like

  6. 6

    Freshlyground - Waka Waka (Esto Es África) (part. Shakira)

  7. 7

    Freshlyground - Zipho Phezulu

  8. 8

    Freshlyground - Bettercup

  9. 9

    Freshlyground - Castles In The Sky

  10. 10

    Freshlyground - Father Please

  11. 11

    Freshlyground - Feels Like Sunday

  12. 12

    Freshlyground - Human Angels

  13. 13

    Freshlyground - I Am The Man

  14. 14

    Freshlyground - Ma' Cheri

  15. 15

    Freshlyground - Mali

  16. 16

    Freshlyground - Manyana

  17. 17

    Freshlyground - Mbira II

  18. 18

    Freshlyground - Mowbray Kaap

  19. 19

    Freshlyground - Nomvula (After The Rain)

  20. 20

    Freshlyground - Ocean Floor

  21. 21

    Freshlyground - Pot Belly

  22. 22

    Freshlyground - Pot Belly

  23. 23

    Freshlyground - Rain

  24. 24

    Freshlyground - Things Have Changed

  25. 25

    Freshlyground - Touch In The Night

  26. 26

    Freshlyground - Train Love

  27. 27

    Freshlyground - Vanish

  28. 28

    Freshlyground - Zithande

Ma' Cheri

Freshlyground

Ndiyowafumana ph' amagama anokuxelela
Sthandwa ukuba ndikuthanda kanjani?
Nadaya phesheya kolwandle
Azange ndamfumana okhanya njengelanga lakho
Ndak 'thulel' intyatyambo
Hayi!
Oluhambo alusapheli my dali
Ndakwenzel' izibele
Manje ukhatele sewukholiwe my baby?
Ndikuthanda njengobisi
Ndikuthanda nje ngelizwi
Ndikuthanda nje ngothando lwakho
Ndiyakuthanda xa umdala
Ndicel undiph' utando lwakho
Ma'cheri my cheroe
Sabhek etown mna nomababy
Ulovie bamthanda kanjani
Bamqab ibhotolo, bamtyisa irolo
Hayi!
Uyakhany umababy
Ma'cheri my cherie
Sath' ukubuyel ekhaya phofu nawe uyazi
Uthando aluphelelanga enqondweni
Undithembile udali
Akanasiyali
Xana singen embedweni

Playlists relacionadas Ver mais playlists

Momentos

O melhor de 3 artistas combinados